Inguqulelo ka phambi ingesiNgesi:

phambi

before

isihlomelo

  • 1

    before
    ahead of
    Phambi kokuba ndihlale phantsi, bantwana bam, mandifumane iti Before I sit down, my children, let me have some tea
    Uhlamba izandla phambi kokutya You wash your hands before you eat
  • 2

    in front of
    Ndisaphendula imibuzo ebekwa phambi kwam I am still answering the questions put in front of me

Usetyenziso

'Phambi' is usually followed by 'kokuba' or 'kwa-'.