Inguqulelo ka phithi ingesiNgesi:

phithi

of being in disarray

isifanekisozwi

  • 1

    of being in disarray
    of being confused
    of being mentally confused
    Andikuqondi, ungumntu lo ongathi uthe phithi iingqondo I don't understand you, you are like someone who is mentally confused
  • 2

    of being madly in love
    mad about
    Akandithandi uthe phithi He doesn't just like me, he's madly in love with me