Inguqulelo ka qheke ingesiNgesi:

qheke

of the day starting

isifanekisozwi

  • 1

    of the day starting
    of dawn breaking
    Baya kufika kulomyeni xa kuthi qheke ukusa They arrived at the groom's place at dawn
  • 2

    of splitting
    of dividing
    AmaYuda athi qheke kubini ngenxa yala mazwi The Jews split into two because of those words