Inguqulelo ka rhoqo ingesiNgesi:

rhoqo

of happening often

isifanekisozwi

  • 1

    of happening often
    Abaphathi bemizi-mveliso bayakhala bathi abasebenzi abezi rhoqo emsebenzini The factory managers are complaining about workers that do not come to work often
  • 2

    of always happening
    of constantly happening
    Ingxelo leyo mandiyizuze rhoqo ekupheleni kweveki nganye I must always obtain that report at the end of each week