Inguqulelo ka shwaka ingesiNgesi:

shwaka

of disappearing

isifanekisozwi

  • 1

    of disappearing
    Emva kwaloo mazwi wathi shwaka uyise, wazibona uNonceba selemi phambi kwaloo mzi mhle After those words, her father disappeared, and Nonceba found herself standing in front of that beautiful homestead