Inguqulelo ka tyhini ingesiNgesi:

tyhini

good heavens!

isikhuzo

  • 1

    good heavens!
    goodness!
    really?
    Tyhini! Seliphumile nelanga? Goodness! Is the sun up already?
    "Tyhini bafondini!" wakhuza watsho wema ngeenyawo "Good heavens, guys!" he exclaimed, and stood up