Inguqulelo ka ubuchopho ingesiNgesi:

ubuchopho

brain

isibizo (class 14)

  • 1

    brain
    Kufuneka ndibusebenzise kakuhle ubuchopho namhlanje I really have to use my brain today
  • 2

    intelligence
    Ngabafazi abathe babonakalisa ubuchopho kwezombuso It is women who have shown intelligence in politics