Inguqulelo ka uhadi ingesiNgesi:

uhadi

uhadi

isibizo (class 11, isininzi amahadi)

umculo

  • 1

    (traditional Xhosa instrument)
    uhadi
    bow with one string
    Uhadi beludlalwa ngabantu abadala The uhadi used to be played by old people
  • 2

    organ
    Udlala uhadi ecaweni She plays the organ in church