Inguqulelo ka uhlobo ingesiNgesi:

uhlobo

manner

isibizo (class 11, isininzi iintlobo)

  • 1

    manner
    way
    Uhlobo awayechetywe ngalo entloko yayilolubanga intsini The manner in which his hair was cut was ridiculous
  • 2

    type
    kind
    sort
    Ihobe luhlobo lwentaka A dove is a type of bird