Inguqulelo ka ukugabula izigcawu ingesiNgesi:

ukugabula izigcawu

to introduce

  • 1

    to introduce
    (literally, to clear away the cobwebs) to prepare the way
    Wagabula izigcawu ngokuthi, "Silapha size kucela ubuhlobo nalo mzi wasemaMpovaneni." He introduced by saying, "We are here to ask for a relationship with the Mpovane's."