Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ulusu in isiXhosa

: ulusu1ulusu2

ulusu1

skin

isibizo (classes 11, 11)

  • 1

    skin
    Ulusu lwazo lwaluthambile, lucekeceke, lumpuluswa Their skin was soft, delicate and smooth
  • 2

    facial expression
    Lwaguquka ulusu lwakhe kwangoko His facial expression changed immediately

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ulusu in isiXhosa

: ulusu1ulusu2

ulusu2

isibizo (classes 11, 11)

  • 1

    tripe (the first stomach of a sheep or cow)
    Ukutya esikuxabisileyo kweli ngumngqusho, ulusu nentloko yegusha Our favourite food here is samp, tripe and sheep's head