Inguqulelo ka uLwesibini ingesiNgesi:

uLwesibini

Tuesday

isibizo (class 1a, isininzi ooLwesibini)

  • 1

    Tuesday
    Siza kudibana ngoLwesibini We will meet on Tuesday
    Ekuseni ngoLwesibini wakhawulezisa wavuka In the morning on Tuesday, she woke up in a hurry