Inguqulelo ka umabizwafane ingesiNgesi:

umabizwafane

homophone

isibizo (class 1a, isininzi oomabizwafane)

inzululwazi geelwimi

  • 1

    homophone
    Umabizwafane ligama elibizwa, lipelwe ngokufana nelinye, kodwa libe lahlukile ngentsingiselo A homophone is a word that sounds like and is spelt like another, but has a different meaning