Inguqulelo ka umama ingesiNgesi:

umama

mother

isibizo (class 1a, isininzi oomama)

  • 1

    mother
    Umbonile umama kaThobile? Have you seen Thobile's mother?
    Umama ulele My mother is sleeping
    Kwedini, uphi umama? Young boy, where is your mother?

Usetyenziso

In the examples, you can see that in different contexts, 'umama' can mean 'my mother', 'your mother', etc.