Inguqulelo ka umbilini ingesiNgesi:

umbilini

sudden fear

isibizo (class 3, isininzi imibilini)

  • 1

    sudden fear
    anxiety
    Waba nombilini emva kokufunda incwadi She had sudden fear after reading the letter
  • 2

    capacity
    Umbilini wedama mkhulu kakhulu The capacity of the dam is huge
  • 3

    internal organs of a slaughtered animal
    Wenza izigqibo nezilarha ukuba zimgcinele umbilini She arranged with the butcheries to keep internal organs for her