Inguqulelo ka umbona ingesiNgesi:

umbona

mealie

isibizo

  • 1

    mealie
    mealies
    Galala umbona embizeni ubeke emlilweni Put the mealies into a pot, and put it on the fire
    Umbona nengqolowa zilinywa kwiifama ezinkulu
  • 2

    maize
    Umbona nengqolowa zilinywa kwiifama ezinkulu Maize and wheat are cultivated on big farms

Usetyenziso

This noun is treated as a class1 noun and as a class 3 noun. Usually it is used only in the singular, and some people say it does not have a plural.