Inguqulelo ka umbono ingesiNgesi:

umbono

scene

isibizo (class 3, isininzi imibono)

  • 1

    scene
    Umbono awawubonayo wamtsho wothuka The scene she saw shocked her
  • 2

    vision
    Kukho umbono wokulingana kwamathuba namalungelo There is a vision of equal opportunities and rights