Inguqulelo ka umbutho ingesiNgesi:

umbutho

organisation

isibizo (class 3, isininzi imibutho)

  • 1

    organisation
    association
    Umbutho ngamnye unomgaqo-siseko wawo Each organisation has its own constitution
    Ulilungu loMbutho weBhola eKhatywayo wasemMzantsi Afrika He's a member of the South African Football Association