Inguqulelo ka umdaniso ingesiNgesi:

umdaniso

a type of dance

isibizo (class 3, isininzi imidaniso)

  • 1

    a type of dance
    Sifundise ukuba wenziwa njani lo mdaniso Teach us how this dance is done
  • 2

    (party)
    dance
    Umakhulu wayedla ngokuya emdanisweni Gran used to go to dances