Inguqulelo ka umdiza ingesiNgesi:

umdiza

cigarette

isibizo (class 3, isininzi imidiza)

  • 1

    cigarette
    Utsho elumeka umdiza etshaya uLoyiso Loyiso said so while lighting a cigarette to smoke