Inguqulelo ka umendo ingesiNgesi:

umendo

road

isibizo (class 3)

  • 1

    road
    way
    Uya kundazisa umendo wobomi He will let me know the way of life
  • 2

    marriage
    Uyamonwabisa umendo wakhe uNolitha Nolitha's marriage makes her happy