Inguqulelo ka umfana ingesiNgesi:

umfana

young man

isibizo (class 1, isininzi abafana)

  • 1

    young man
    "Hambani!" watsho umfana omde "Go!" said the tall young man
  • 2

    son
    Nanku umfana kaMakhanda Here is Makhanda's son