Inguqulelo ka umgangatho ingesiNgesi:

umgangatho

standard

isibizo (class 3, isininzi imigangatho)

  • 1

    standard
    quality
    Yonke le nto ibonakalisa umgangatho ophezulu wesikolo All this shows the high standard of the school
  • 2

    floor
    Umgangatho waloo ndlu ke wawumdaka The floor of that house was dirty
  • 3

    storey
    floor
    Iflethi yethu ikumgangatho wesibini Our flat is on the second storey