Inguqulelo ka umhlana ingesiNgesi:

umhlana

isibizo (class 3, isininzi imihlana)

  • 1

    back (of a person or animal)
    Wabeleka usana emhlana She put her baby on her back