Inguqulelo ka umhlekazi ingesiNgesi:

umhlekazi

king

isibizo (class 1, isininzi abahlekazi)

  • 1

    king
    chief
    person of royal blood
    UMhlekazi uSarhili wayengukumkani wamaXhosa jikelele King Sarhili was a king of all the Xhosa people
  • 2

    your honour
    sir
    respected person
    "Asikalungi isimangalo, mhlekazi", watsho kumgwebi "The complaint is not yet ready, your honour," he told the judge