Inguqulelo ka umhlola ingesiNgesi:

umhlola

something strange

isibizo (class 3, isininzi imihlola)

  • 1

    something strange
    something unusual
    Umhlola ngowokuba uye kuwa phezu kotitshalakazi ofundisa eTshetshi The strange thing is that he fell on top of the lady teacher who teaches at Church
  • 2

    cause of evil
    Makutshonwe kusiyazi asihlabele umhlola Let us go to a diviner who will tell us the cause of the evil