Inguqulelo ka umhobe ingesiNgesi:

umhobe

poem

isibizo (class 3, isininzi imihobe)

  • 1

    poem
    Umhobe esiza kuwufunda uthi, "Isifundo" The poem which we will read is "The lesson"
  • 2

    anthem
    Masiphakame sicule uMhobe Wesizwe Let us stand up and sing the National Anthem