Inguqulelo ka umkhwetha ingesiNgesi:

umkhwetha

initiate

isibizo (class 1, isininzi abakhwetha)

  • 1

    (in Xhosa tradition)
    initiate
    Ngokomthetho, umkhwetha kufuneka azile amanzi nenyama kangangeentsuku ezithile Traditionally, an initiate does not consume water or meat for a certain number of days

Usetyenziso

'Umkhwetha' is a boy going through traditional rituals that include circumcision, and that, when complete, allow him to be regarded as a man.