Inguqulelo ka ummango ingesiNgesi:

ummango

stretch of sloping land

isibizo (class 3, isininzi imimango)

  • 1

    stretch of sloping land
    Bathe becanda ummango badibana nenkunzi yenkomo When they travelled on the stretch of sloping land, they came across a bull