Inguqulelo ka umnxeba ingesiNgesi:

umnxeba

telephone

isibizo (class 3, isininzi iminxeba)

  • 1

    telephone
    phone
    Wathi uza kumtsalela umnxeba akufika eMthatha He said he would call him by telephone once he arrived in Mthatha
    → Synonym of ifoni, imfonomfono