Inguqulelo ka umongo ingesiNgesi:

umongo

content

isibizo (class 1a)

  • 1

    content
    theme
    gist
    Umongo webali ndiwuve kwityeli lokuqala ndiliva ibali I grasped the content of the story the first time I listened to it
    → Synonym of umxholo
  • 2

    marrow (fatty substance in the hollow part of a bone)