Inguqulelo ka umphakamo ingesiNgesi:

umphakamo

height

isibizo (class 3)

  • 1

    height
    Meta umphakamo wendlu Measure the height of the house
  • 2

    altitude
    Inqwelomoya yabhabha kumphakamo oziimitha ezingama-5 000 The plane flew at an altitude of 5 000 metres