Inguqulelo ka umphefumlo ingesiNgesi:

umphefumlo

soul

isibizo (class 3, isininzi imiphefumlo)

  • 1

    soul
    spirit
    Umphefumlo wakhe wawuxolile Her soul was at peace
  • 2

    breath
    Bamba umphefumlo wakho! Hold your breath!