Inguqulelo ka umphokoqo ingesiNgesi:

umphokoqo

isibizo (class 3, isininzi imiphokoqo)

  • 1

    dry, crumbly mealie meal porridge
    Ndiyawuthanda kakhulu umphokoqo namasi I love umphokoqo and sour milk

Usetyenziso

The Xhosa word is often used in English, as in the sentence above.