Inguqulelo ka umphunga ingesiNgesi:

umphunga

lung

isibizo (class 3, isininzi imiphunga)

  • 1

    lung
    Tsala umoya ukuze imiphunga ingenwe ngumoya Breathe in and fill your lungs with air
  • 2

    vapour
    steam
    Umphunga ungashushu kakhulu The steam may be too hot