Inguqulelo ka umqobo ingesiNgesi:

umqobo

obstacle

isibizo (class 3, isininzi imiqobo)

  • 1

    obstacle
    barrier
    Amatye neminye imiqobo ziyasithintela singakwazi ukuqhuba kule ndlela Stones and other obstacles prevent us from driving on this road