Inguqulelo ka umvuzo ingesiNgesi:

umvuzo

salary

isibizo (class 3, isininzi imivuzo)

  • 1

    salary
    wages
    payment
    Umvuzo kaNasonti uphelela ekuhlawuleni igunjana abahlala kulo Nasonti's salary is only enough to pay the rent for the small room they live in
  • 2

    reward
    Ukuba uyifumene inja yam ndiza kukunika umvuzo If you find my dog I'll give you a reward
    Umvuzo wesela sisohlwayo The reward for a thief is punishment