Inguqulelo ka umyalelo ingesiNgesi:

umyalelo

instruction

isibizo (class 3, isininzi imiyalelo)

  • 1

    instruction
    order
    Umyalelo uthi yenza le nto umama wakho athi yenze The instruction is to do what your mother tells you to do
  • 2

    brief
    instruction
    Funda umyalelo ngocoselelo Read the brief carefully