Inguqulelo ka umzantsi ingesiNgesi:

umzantsi

south

isibizo (class 3)

  • 1

    south
    Umoya wavuthuza uvela emzantsi A wind blew, coming from the south
  • 2

    bottom
    base
    lower part
    Umzantsi wale suti mhle The bottom of the suit is beautiful