Inguqulelo ka umzimba ingesiNgesi:

umzimba

body

isibizo (class 3, isininzi imizimba)

  • 1

    body
    Umzimba wam unamahlaba wonke My body is full of pains
  • 2

    dead body
    corpse
    Umzimba uza kufakwa emkhenkceni esibhedlele The corpse will be kept in the mortuary at the hospital