Inguqulelo ka unkabi ingesiNgesi:

unkabi

fellow

isibizo (class 1a, isininzi oonkabi)

  • 1

    fellow
    man
    Unkabi unxibe isuti emnyama namhlanje, linene lamanene The fellow is dressed in a black suit today; he's a real gentleman