Inguqulelo ka unomyayi ingesiNgesi:

unomyayi

cellphone

isibizo (class 1a, isininzi oonomyayi)

  • 1

    cellphone
    Ndiza kukufowunela kunomyayi wakho I'll phone you on your cellphone
    → Synonym of iselifowuni
  • 2

    black crow
    Unomyayi, ngenxa yebala lakhe, kuthiwa uzilile The black crow, because of its colour, is said to be in mourning