Inguqulelo ka unosilarha ingesiNgesi:

unosilarha

butcher

isibizo (class 1a, isininzi oonosilarha)

  • 1

    butcher
    Unosilarha uthengisa inyama yegusha emnandi kakhulu The butcher sells delicious mutton