Inguqulelo ka unwele ingesiNgesi:

unwele

hair

isibizo (class 11, isininzi iinwele)

  • 1

    (a single hair)
    hair
    Intloko yakhe yayingenalo nolunye unwele His head did not have even a single hair
  • 2

    hair
    Intombi yakama iinwele zayo The girl combed her hair

Usetyenziso

This word is nearly always used in the plural. See 'iinwele'.