Inguqulelo ka unxunguphalo ingesiNgesi:

unxunguphalo

uneasiness

isibizo (class 11)

  • 1

    uneasiness
    restlessness
    tension
    Isikhalo sale nqwelo senze unxunguphalo kubafundi The hooting of the car caused restlessness amongst the learners