Inguqulelo ka uqoqosho ingesiNgesi:

uqoqosho

economy

isibizo (class 11)

  • 1

    economy
    Uqoqosho lwaseMzantsi Afrika lubonise iimpawu zokuphucuka The economy of South Africa has shown signs of improvement