Inguqulelo ka uronta ingesiNgesi:

uronta

rondavel

(urontawuli)

isibizo (class 1a, isininzi ooronta)

  • 1

    rondavel
    round house
    UNosebenzile wayesinda uronta wakhe ngaphakathi Nosebenzile smeared the floor of the inside of her rondavel