Inguqulelo ka uvimba ingesiNgesi:

uvimba

reservoir

isibizo (class 1a, isininzi oovimba)

  • 1

    reservoir
    Amanzi ale lokishi avela kuvimba olidama The water for this township comes from a reservoir which is a dam
  • 2

    source
    UMzantsi Afrika unguvimba wegolide South Africa is a source of gold
  • 3

    resource
    Xa utitshala ecwangcisa isifundo, kufuneka acinge nangoovimba When a teacher plans a lesson, she must think of the resources