Inguqulelo ka uwonkewonke ingesiNgesi:

uwonkewonke

the public

isibizo (class 1a)

  • 1

    the public
    Umhla oyiholide kawonkewonke kwinyanga yeSilimela ngowe-16 The day which is the public holiday in June is the 16th
  • 2

    everybody
    everyone
    Yinto kawonkewonke, ukusuka komncinane ukuya komdala It is an occasion for everybody, the young and the old