Inguqulelo ka uzipho ingesiNgesi:

uzipho

nail

isibizo (class 11, isininzi iinzipho)

  • 1

    (on fingers or toes)
    nail
    Azisemdaka iinzipho zakho! Your nails are so dirty!
  • 2

    claw
    Inja indikrwempe ngeenzipho A dog scratched me with its claws

Usetyenziso

In English we use the word 'nails' for people and 'claws' for animals.